Dr Love Tshakae

Dr Love Tshakae

Share

Contact information, map and directions, contact form, opening hours, services, ratings, photos, videos and announcements from Dr Love Tshakae, Health/Beauty, Donkerbos6838, Dubai.

02/04/2025

Pain yohlala nomntu wakho , then afounelwe ngu mntuwakhe wamanyani kuthiwe β€œThula nanku baby efouna β€œπŸ˜€πŸ˜«πŸ˜πŸ’”. Uqonde wenjakazi mna andingo baby wakho ? . Kuthiwe ndandikuxelele uba ndiyajola wathi uzayimela 😭😫😀. Haibo hule khange ndithi thetha naye ndikhona klk πŸ˜­πŸ’”πŸ₯Ί uvele ubone kunyuka into esifubeni izokuvala umqala πŸ˜«πŸ’”. Xa uqala uqumba uphinde uzicenge ngoba lee bhefta ndiyayifuna nayo .
Phezukoba unyamezele lee call yale bhokhwe yakhe, kubuzwe uhleli nabani ? Wenzani baby ? . Athi yena β€œNdisebhedini lele alone mntuwam sbwl s*x yakho β€œ 😭😏 uve nantso ntliziyo iyohlala emaqatheni πŸ’”πŸ’”kungabinani bathethe hour yonke πŸ₯ΊπŸ˜­xa begqiba kuthiwe β€œuqumbile kengoku ? Hayi suziphambanisa sana umdala kangaka β€œ πŸ˜­πŸ˜­πŸ’”. Atsho phofu ejonga lee elala esithi khawulale wethu uyeke tuja πŸ’”πŸ’”πŸ˜­πŸ˜€. Phofu yonke lento yenzeka kwakho πŸ˜©πŸ˜©πŸ’”πŸ’”πŸ€£πŸ€£

26/01/2022

Dr Love Tshakae Send a message to learn more

Want your business to be the top-listed Beauty Salon in Dubai?
Click here to claim your Sponsored Listing.

Category

Website

Address

Donkerbos6838
Dubai