Ubomi neziyolo

Ubomi neziyolo

Share

One 💓
One love💚🥰

07/04/2024

Kubuhlungu ukungathandwa..

UNoncedo 25yrs intombi lee ibisoloko izomeleza ngokuba uyakuza alufumane Naye uthando.

Wazinika ke amathuba elandelelana Kodwa engayfumani eyakhe,kuthe emva kwexesha wanikezela Kuba klk neminyaka ihambile wakhumbula unomntwana anokumthanda ngendlela Zonke.

Uthe wakucinga njalo walahla itawula ukuba uyakuze athandwe yena,noba kunjalo ubengayzzi ukuba nelakhe ilixa lifikile ntonje lifika ngendlela eyohlukileyo kulee ubeyilindele yena

Continue...

Photos from Ubomi neziyolo's post 27/01/2024

Am available. And affordable.... Verulam ,Waterloo👏♥️

27/01/2024

Hair dressing is my passion👏♥️

12/01/2024

Hy everyone hopping everyone entered the year happy and alive🥰❤️am happy for those who made it alive and the deceased may their souls rest in uterly peace.....

This year I pray and peases the Lord to bless this nation,let the sick be healed
Crippled can walk
The disabled be strengthened
Broken families be brought to get

Let's pray for better tomorrow and thee spread the condemning peace🙏☮️🥰

31/12/2023

Happy new year's eve 🎊🎉♥️♥️ everyone hope you are all enjoying the year and yeah, I love you all...

03/11/2023

Molweni ninjani,ndyethemba wonke umntu ubenemini emnandi kwaye nizobanobusuku obuhle.
Ndifuna nje ukunibalisela ukuba ndyanithanda♥️♥️😘

09/10/2023

I love thunderstorms
Because it shows that even nature needs to scream at times🥺❤️

05/10/2023
04/10/2023

Abukho ubomi obungenanzingo😭😔

Want your business to be the top-listed Beauty Salon in Lusikisiki?
Click here to claim your Sponsored Listing.

Category

Telephone

Website

Address

Lusikisiki