DreadLocks Masters

DreadLocks Masters

Share

We Affordable To Start DreadLocks Hlokoloza =R150 ^^ Style =R100 (Natural) ^^Extension =R300. etc

17/01/2020

people of PE izani ngobuninzi benu and do "HLOKOLOZA" with us , so that dreads zakho zikhule msinyane and by doing that uzobe unceda thina kunye nawe . we work dreads natural and beautiful , our prices are negotiatable . sifumaneka eDaku road kufuphy nakwa shoprite kwaye sisebenza ngokuziTHEMBA noMSEBENZI wethu is profesional , so for more info INBOX the tagged person " Siimthembile Jay'Coll EC" or contact MR Z.Maphela @0789488290 uTHIXO anisikelele nonke AFRICANS

26/11/2019

SiyaHlokoloza Emnyameni Dear Friends

Sifumaneka Emnyamenii

21/10/2019

Less_Talk & More_Work 😎😎

17/10/2019

Yeey I remember coming to Alexandria for JUNE Holiday this year , Ingqondo Yahm nentliziyo ziphikisana 💔💔

Intliziyo ilihlwili njee icinga abazali eKhaya kodwa Ingqondo ingafun tuu ugoduka icinga ngomsebenzi ngoba ukuHlokoloza iiNtloko biyinto bendiqiniseka ukuthi ndilala ndityile ngayo

Ixesha Lahm liye lagqithisela ndihleli emnyameni ,lonto yandenza ndalibala ngomsebenzi wahm and yeey I was too close ukuthi ndincame konke nditsho nokuHlokoloza oku ndikuthandayo but uThiixo umkhulu bantwin

Kufike indoda enobuntu ethe yandikhuthaza kakhulu , ndibhala lencwadi ndibulela kakhulu kwi Nkokeli yahm uTata (Wise Diko)

Ndicela support bahlobo andinanto ndisazama

Ndabulella 💔💔😭😭😭😭❤️

07/10/2019

ngena ku december nge natural dread ka Siimthembile Dee'Jaay-Coll Mkokeli

Ndakthembisa uzobay'INGILOSI ❤️❤️🔥🔥🔥😍

083 541 8874 🔥🔥🔥

16/09/2019

Molweni

02/05/2019

Classes of dreadlocks are starting sunday ngo 10am until 15:30

Enkosi

Want your business to be the top-listed Beauty Salon in Alexandria?
Click here to claim your Sponsored Listing.

Telephone

Address


Main Street
Alexandria