Stories by Lihle

Stories by Lihle

Share

Together we can

26/07/2025

hey guys?😭

16/12/2024

OH KODWA AKWABE NDANDIKUMAMELE MZALIKAZI WAM 💔

14/07/2024

insert 2

https://whatsapp.com/channel/0029Vaid57q0AgWLEaRYsJ3i you will find me on WhatsApp please i need your support i promise i won't disappoint ❤️❤️🙏

whatsapp.com

13/11/2023

Oh guys ndiphinde ndabuya sorry ngonqaba ❤️

Ndibuye ngelitsha elithi:

🥺❤️

I hope you will enjoy 🥺

13/04/2023

Cont 3

him:haib wahlqmba wasing engaka baphi abakowenu
Me:ayndohluli moss le washing suba nje
him:iza kuncediseSele ndigqibile
Ndikhawulezise ndatsho ndibeka ibafu entloko kuba bezongxola umakaz ndifike kungekho bantu ndakhe ndatya klk ndingulo uvinjwayo xa kutyiwa ndihlambe ndanxba ilokhwe epholileyo then ndacoca iyadi kwenzele babuye ku klini . Ndive ukuduma kwe Moto ndava ngengxol yombali

NZOYI ADIT.a Kee

23/09/2022

Guys ndithin ndigqibezele elibali okanye ndiqale elinye cela niphendule kwi inbox

28/08/2022

CONT2

Yena:unjani
Mna:ndyphila wena
Yena:nm ndingakuncedisa
Mna:ewe
Yena:igama lam ndingu Ntsika wena
Mna:Enzokuhle

28/08/2022

CONT

Mna ke ndimhle ndimilile ndimhlophe ndine ass kemntakabawo u okuhle naye mhle qha umile kakubi
Back to the story haike bekungo mgqibelo ekuseni ndizingqengqele kamnandi ndive kukhala i knock ndithi ngenaa kanti kumakazi

Makazi : Enzokuhle!!
Mn:makazi
Makazi:uthi nyakazi ntoni umcifanba ngubani ozococa indlu
Mn:xolo makaz..
Makazi:nyolo nto hamba uyococa indlu
Ndiphume ndibaleka ndahamba ndayohlamba izitya ndapheka isidudu ndabanika
Makazi:tshi yilento usiphekele yona le inamanzi
Phofu utsho esitya mxm akasena drama ndithe xandizotya wathetha umakazi
Makazi:xa ulibele kukutya ucinga zohlanjwa ngubani impahla
Yho ndabeka esositya ndathatha impahla ndaya emlanjeni ndabuya ndayothatha ezinye yho azininzi ibhafu zintathu ndazihlamba nsimane ndizibuza umbuzo uba inoba ngekunjani ukuba bekukho abazali bam😭 ndithe ndisahlaamba njalo ndava umntu ondibamba egxeni xandimjonga yikwekwe entle😍inoba upha ko 18
Yena:hii
Mn:hey
Yena

28/08/2022

KANTI MAKAZI NDIKWENZENI ?

Igama lam ndingu enzokuhle ndina 16 ndifunda u grade 10 ndihlala nomakazi wam nabantwana bakhe ababini u okuhle 17 grade 10 no mbali 13 grade 7 andinabazali uthi umakaz basweleka ndisemncinci engozini yemoto kodwa xa ndisithi ndifuna uya emangcwaben abo uyathukisa
Andinazitshomi kuba klk umakazi uyandihlukumeza

Like
Comment
share

27/08/2022

Nzoqalisa ubhala ngo 17:00 bendicela i support yenu🥺🥺

07/08/2022

Welcome to stories by lihle please invite your friends🥺

Want your business to be the top-listed Beauty Salon in Atlantis?
Click here to claim your Sponsored Listing.

Category

Telephone

Website

Address


Mofa
Atlantis