Ndikwenzeni mntundini

Ndikwenzeni mntundini

Share

Contact information, map and directions, contact form, opening hours, services, ratings, photos, videos and announcements from Ndikwenzeni mntundini, Health/Beauty, Cape Town.

02/10/2024

Ndikwenzeni mntundini
Episode 1
KungoMvulu uNomathemba ulungiselela ukuya esikolweni umama ka Nomathemba uNophumzile uyatshayele phadle
"Nophumzile Nomathembaaaa!!
"Nomathemba mhaaaa!
"Nophumzile kutheni ungekagqibi nje ukunxiba ulibonile ixesha ukuba ngubani
"Nomathemba hayi Mama
" Nophumzile hamba hamonxiba uzoba late ehlebeza njonga uphume ngapha emvakwendlu utata wakho angakuboni Kuba zothi hambokha amanzi wamarhanisa xa ndigqiba apha ndizoyokukhelela
"Nomathemba okay mama enkosi
"Mama ndicela undikhaphe undidlulise ngakwancinci
"NOPHUMZILE HAYI NOMATHEMBA TSHINI NDAKUNIKA ISANDLA WENA WONYUKA NENGALA
"Nomathemba ndiyakucela Mama etsho kalusizi
"Nophumzile ebundikwa uqale nini ukhatshwa ngoku xa uya esikolweni khawuhambe uye esikolweni wena was**a wandenzala izimbo s**a apha phambikwam
"Uhambile uNomathemba endane enjalo wayogqibezela ukunxiba uphumile ke ngaledlela bekuthiwe maka phume ngayo ngumama wakhe ebaleka Kuba ixesha nalo besele limnkile uthe xa ekufutshane nakwatata omncinci wakhe waqala wama elaqaza umntu ozodlula naye uthe esamile njalo kwegqi esisikhohlakali somntana ka tata omncinci
"Wandile pokolina wam ulinde bani apha ooh suba saphendula ulinde mna obviously ngaphambi kokuba uye esikolweni masambe siyozumana
"Nomathemba ngelizwi eloyikayo hayi bhuti mna ndifuna ukuya esikolweni umiss wam uzondibetha xa ndifile late esikolweni
"Wandile heyii! Nja iza Marni
"Etsho emntsala kabuhlungu emdladlethekisa emoyika nangombulala
"Nomathemba eqalisa ukulila uxolo bhuti ndicela ungandenzekalisi torho
"Isikhohlakali esinguWandile samfuqula uNomathemba samngenisa endlini samvala umlomo samdlwengula umntana elila enjalo sogqiba samhlamba ngamanzi abandayo samvulela waphuma uNomathemba
"Nomathemba uyafixiza esedleleni eyasikolweni akazazi noba ujike noba aye esikolweni Wancama waya esikolweni engakwazi nokuhamba kakuhle
"Ufikile uNomathemba esikolweni wafika kukho uMiss eklasini yakhe
"Nomathemba molo miss
"MIss molo Noma hlala phantsi mntana

11/06/2022

Molweni bantakwathu bendicela nindiphe idlebe zenu ndinichubele ibali lam igama lam ndinguNomathemba Matola ndizalwa yintombi yaseMatolweni uNophumzile mantantana eyendele Madlangathi utata yena igama lakhe ngukhaya Matola ndizalwa kwilali yaseLibode ekhaya singamantombi amahlanu Neboys ezintandathu ibali lam ndizali qala xa ndineminyaka emithandathu apho ndihlukunyezwa ngumntana ka tata omncinci endihlwengulwa Yonke imihla

Want your business to be the top-listed Beauty Salon in Cape Town?
Click here to claim your Sponsored Listing.

Category

Website

Address


Cape Town