Icebo lokuphila with Zan

Icebo lokuphila with Zan

Share

I am Zan Goloza Katu and I will help you with your needs, being buying or joining the businessοΏ½

29/03/2026

Uzojoina team ya ewinayooo!!

28/02/2026

Akhonto ifunisa ba kujinge ndikhona 🀞🏽🫢🏽🀏🏽🀏🏽
🎯uba unezivotho iza
🎯uba uyajima or loosing weight iza uzokhwankqisa umzimba
🎯yes iqinisa ibuyise any part ! Savana ladies 🀞🏽πŸ₯°
🎯imibimbi for who? Ungeza xa caller, Yiza ngok to avoid Uyakwaz
🎯Nails, hair and joints … ndibambe

Yi 913
πŸ“ž 0796211781

30/01/2026

Ofuna ujoina uForever nosafuna ucaciselwa andibambe

If unayo nfoku R1500 undibambe
0796211781

Icebo lokuphila with Zan 08/09/2025

Uba unayo 2k right now Iza ndikufake ku Forever mntase , kulate ngoku asidlali senza imali ka December

Icebo lokuphila with Zan

28/08/2025

Umntu Ofuna joina Forever andibambe

Ku feee:
Uthenga stock sakho uqala kwi R1500
Ukhetha ngokwakho izinto pzofunayo

Kuzofuneka ufote ID yakho Undithumelele ku WhatsApp with your email address, postal address

Qha iphelele apho
Then ufunde kengoku business on my group

24/01/2025

We thank God for uvuka sibe busy with something

Sometimes we need to change something ukuze kubekho utshintsho ezimpilweni zethu

We need to do things that we are not comfortable to do until we become comfortable - just like selling!

Ungazama uthengisa ke kanti nawe and uyenze la extra R2000 uyidingayo ngenyanga , ndizokufundisa πŸ€›πŸ’―πŸ‘Œ

Izoqalisa noba une R1500+ uzofumana into zakho ezimbalwa zika Forie noba zii toothpaste ,uqalise !

Get hooked πŸ“ž 0796211781

23/01/2025

Uhleli ,akwenzeki nto nakulonyaka
Awufumani msebenzi?
Unawo umsebenzi kodwa isikhalo yimali iphelela ekukhweleni qha?

Amaphupha awafezeki?
Ubomi ingat bubuya umva?

Ndisekhona ne business yakwa Forever bethuna

Awujoini ngamali, awubhatali kwa registration fee
Ukhupha imali ozothenga ngayo istock sakho usifumane nge discount, then wena uthengise ufumane profit

Uyapeya xa uthengise waqabela kwii points ezithile

Yizokqenza imali and stop feeling sorry for yourself!
Stop being sad about it!
Stop thinking about your brokeness and your nancial stresses!
Yeka uhlala uphila ngoo matshonisa!

Ndibambe πŸ“ž 0796211781

03/12/2024

Manager Noxy- congratulations Lithas on building and growing your team!

Another +40cc smashed!
Keep on building your team, and grow them to come to your level!

This is huge!

Congratulations maMtolo- I'm sooo proud of you!

This one is been in business, she takes her time but okusalayo she is doing it,shemever quits!!
πŸ‘πŸ»πŸ‘πŸ»πŸ‘πŸ»πŸ’ƒπŸ½πŸ’ƒπŸ½πŸŽ‰πŸŽ‰πŸš€πŸŽ‰πŸš€πŸš€πŸŽ‰πŸš€πŸŽ‰ ⚠️ πŸ“’ 🚨 ⚠️ πŸ“’ 🚨 ⚠️ πŸ“’ 🚨

03/12/2024

Babalwa SomboPopopopoooo! πŸš€πŸš€πŸš€πŸŽ‰πŸŽ‰πŸŽ‰πŸ’ƒπŸ½πŸ’ƒπŸ½πŸ’ƒπŸ½πŸŽ‰πŸŽ‰πŸŽ‰

Babes has done it again!
She is working very hard in building her team!

25cc Club is the first manager's club every manager is fighting for!

It's a second month as a manager and doing so well in growth with her team!

Smashing 35cc again is huge!
This team is growing ,it's on fire!

Congratulations Maceduma- I'm soo proud of you!

Remember ke: she joined ngo Apr 2024!

It doesn't matter how long it takes,what matters is what do you do ufika kwakho!
πŸŽ‰πŸŽ‰πŸŽ‰πŸŽ‰πŸŽ‰πŸŽ‰πŸŽ‰πŸ’ƒπŸ½πŸ’ƒπŸ½πŸ’ƒπŸ½πŸ’ƒπŸ½πŸ’ƒπŸ½ ⚠️ πŸ“’ 🚨 ⚠️ πŸ“’ 🚨 ⚠️ πŸ“’ 🚨 ⚠️
Babalwa Sombo

16/10/2024

Molweni zithandwa zam..

Ndisancedisa abantu to join uForever , ku free, sidinga nje imali (Capital) yakho for uthenge products zakho
No registration fees or any fee!

Yizokwenza imali ku late ngoku!
Your Festive will never be the same!
0796211781

Want your business to be the top-listed Beauty Salon in Cape Town?
Click here to claim your Sponsored Listing.

Category

Telephone

Address


Mfuleni
Cape Town