Bongiwe kanzi
I'm a nice person
Nkosi sibulela Kuba usithwale ubusuku bonke saphinda savuka Amen
Nkosi sifundise ukuthandaza
30/04/2026
With Nezzbit Onezmuz – I just got recognized as one of their top fans! 🎉
Ndiyalala mna ngoku ondifunayo eze ngephupho
Kwahlalwa phantsi Kwahlelwa ngempilo yam kwagqitywa
Xa abantwana baka grade 12 bezoqala ubhala kulenyanga izayo sicela wena Thixo ubekhona ubenabo ubakhusele Amen
Yesu nyana kaDavide senzele inceba
Elasebusika ilanga liyavakala 😔
Click here to claim your Sponsored Listing.
Telephone
Website
Address
F526 Sakhumzi
Cape Town
