U bomi buka iva

U bomi buka iva

Share

Contact information, map and directions, contact form, opening hours, services, ratings, photos, videos and announcements from U bomi buka iva, Health/Beauty, Durban.

12/07/2022

diye ndaba ne tshomi ker nalapha e lalini ogama lingu anelisiwe ndandimthanda kakhulu ♥️ kdw baphela ubungani bethu yena akaka tshintshi kodwa ndisamthanda kuye kwAvela intobangana umama ukhulelwe uya wamzala umntwana o gama lingu lunjalo emveni konyaka waphinda wakhulelwa u mama wamzala umntwana ogama lingu Ezo
ndiye ndadibana ne cuzin zam ezihlala e kapa ndandingeka bazi amagama abo elethu zinako zimi ndiyaba thanda nkulu nkulu uze undi gcinele bona ndiye bdaya ndivazi abantu balapha kuye kokhiwa enye indlu ekhaya e nkulu emveni kwayo kokhiwa u six coner then yali xande kuye kwalu khuni 3mpilweni yam xa abazali bam beqala u ku xabana 🥺 ngenyi mini utata wabuya enxilile i moto injani iboko boko kodw umama akazange aphele mandla uye wayithathi moto wayi lungi sisa akwabikhonto then ndaya ndikhula emveni kweminyaka ey 11 ndabe ndiba 11 umama no tata into yabo yo kuxabana yaya isiba strong u mntwan wasekhaya omdala ogama lingu mpilo ebesele emqhibile u grade 9 wazanyelw u grd 10 e clucbury waye zaku hlala e sikolweni ndahlala phantsi no mama ndathetha naye
me: yhemama yazi andi ziva kakuhle ngoku hamba kuka mpilo ngoba akhomntu uzokwazi uku nqanda utata kulento Ayenzayo xa engekho yena
mama: khululeka mbtwanam ndzo nyamezela kufunrke efundile u bhuti wakho
me : kdw wea awuzuku phila impilo yokube u xabana no tata

see you in the next hour

12/07/2022

saya sadibana no mem ogama lingu Ndungane safika sathi
me : mem 🥺awumazi umama wam
🧑: ngubani igama lakhe
me : ngu mama
🧑: yhaibo jonga yiyani pha kula klass imhlophe (utsho ekhomba iclass )(siye samba saya pha safika u mem wasisa kwi tafile emthubi wasi hlalisa nabanye abantwana yho bendiboyika abqbantwana )( kodwq ker kuba bendihamba no zimbonge ongabo nqeniyo abantu )

ZimZimbonge Zimbongemolweni guys
bona : 🙄😳
zimbonge : yhaibo
bona : ningobani amagama enu
zimbonge : mna ndingu zimbonge
bona : wena ( bqtsho bendikhomba
me : i.iii.g.aama.laaa.🥺
zimbonge : igama lakhe ngu iva

( siye sa hlala ker no mem kwamnandi kwaphuma isikolo ndiye nda yokhangela umama ndamfumana)
mama: belunjani usuku lwakho ♥️
me : belumnandi kakhulu kdwvebeiboyika ababa nrwana
mama:😂😂

see you in the next hour

12/07/2022

Capter 1
kuthe kusenjalo yabe ngengomso ilusuku endizaku qala ngalo isikolo yayingathi akude kuse ndalala ngolosuku kwasa ndavuswa ngu mama nda ndisa hlanjwa wandi hlamba umama ndaya esikolweni nda thi difika ndabona izindlu ezininzi kanti zii klass ndathetha no mama ndathi
👶 yhe mama z**i ndlu zantoni ezi zilapha
🧑😂😂
👶yintoni wahleka
🧑ayizozindlu eZi zi klass
(yhay ker saphuma emotweni saya ezi linin ndaqalwa lu valo emveni koko kwq qhitywa zafika inyembezi ndakhala kwafika omye umntwana wathi
👶: ukhalelani??
m3:ndifunu mama wam
👶:sukhala nam ndafika apha i gama lam ndingu ZimbongeZimbonge Zimbongengoku ndzoyaphi
👶: masambe siye ku tishala kazi siyo buza

see you in the next hour❤️

11/07/2022

ndathi ndifika aphaengcobo ndabe ndisa khuluma ndingasazi isixhosa ndahlala ker apha wabe u mama ephangela e Enduku full service school kungeka bikho kwamoto e khaya kusekho i flat eyi one umama waye hamba rhoqo ngenyawo ayo fika e theni no mntana wasekhaya omdala mna ndingeka fundi ndisahlalano unty wam ndingazi kwamntu ndikhuluma ndingazi nesixhosa kdw kwezi nye indawo bendi siva . Ngenye i mini umama wabuya ekhwaza ndisiva ne hutari yemoto phandle kanti ngu mama uthenge i moto savuyi sana naye ❤️❤️

thats the end of the paragraph for this hour

11/07/2022

igama ndingu iva ndi hlala engcobo e chibini kubojane ndazalelwa e durban ndakhulela pha xandina 1 year ndaza apha engcobo ndihlala.no mama notata naba ntwqna base khaya ❤️🥺

Want your business to be the top-listed Beauty Salon in Durban?
Click here to claim your Sponsored Listing.

Category

Website

Address


Durban