Ndiyamcaphukela umyeni wam
Contact information, map and directions, contact form, opening hours, services, ratings, photos, videos and announcements from Ndiyamcaphukela umyeni wam, Health/Beauty, 14 Boeing Place, East London.
Kwankungo 2013 xa ndifumana imessge ku2go yomfana ogama linguThembalethu (Not his real name)... Saye samaje sincokola ke nalomfana ku2go ndabe ndisazama ukukhupha umfana entliziyweni owayendilobole waze wamithisa futhi wayendihluk*meza lomfana hayi nje indaba yokudlala. Saye sagqiba kwelokuba masidibane ke nalomfana ngoDecember ka2013, saye sadibanela elwandle ke eMonti kuba yayiyindawo esesidlangalaleni esinokwazi ukudibanela kuyo. Minazana ithile kukho iBuyelekhaya ndabe ndilahlekwe ngabahlobo bam waze lomfana unguThembalethu wandimemela ukuba ndiyokulala kwakhe eSouthernwood apho wayehlala khona ngeloxesha, ndiyile ke kuleflat yalomfana salala ke kodwa ndimxelele ukuba andikakulungelu ukwabelana ngesondo nenye endoda kuba ndisazama ukukhupha lo bendigeje naye umfana entliziyweni yam futhi ndiyaziva ndisamthanda nangona ndingasamfuni nje ngenxa yokundihluk*meza kwakhe... Zange senze sondo ke ngomhla ndiqala uk*mvakatshela lomfana ngoDecember ka2013, sayolala eB&B ngoMarch 2014 kwashiyekela icondom k*m ngaphakathi kanti uk*mitha kwam amasele kodwa ke ngeshwa asweleka omabini lomawele ndawazala sele engasekho. Kwakunentombi awayesebenza nayo egama lingu Lubanzi, ndatsho ndancama ukuba makasuse inombolo yalentozi, ndizowa
21/06/2022
Igama lam ndinguLiyanda, ndihlala eBhayi... eli libali lam malunga nomendo wam ukusukela sisajola nomyeni wam
Click here to claim your Sponsored Listing.
Category
Website
Address
14 Boeing Place
East London
6666
