Gobela Ka Mngunii

Gobela Ka Mngunii

Share

Traditional medicines

12/01/2022

Ndawuwe , Thokozani , Camagwini bantwana bethongo 👏👏

Kubalulekile ukuba xa ungumntu uzazi iimfuneko zakho uzilungise nalapho konakele khona

Mandazise ukuba ukuqinisa ibandla likhule libheke phambili siyawenza umthi onjalo apha kwaMngunii

Siyamvasa umntu asuswe amashwa ukuze abenentlahla

Iyeza le business likhona

Iyeza loTikoloshe likhona

Iyeza lokukhusela iimfuyo yakho ingabiwa likhona

Iyeza lokulungisa umlingane wakho athande wena wedwa nawe umthande

Iyeza lokufumana umsebenzi ube permanent within 4months

Iyeza lokubuyisela into emntwini wayo

Iyeza lokupasa eskolweni

Nezinye nezinye ke iintonga zikhona kule Mpande

Unyaka usemtsha lungisa impilo yakho ukuze nawe uphile ubomi obungenaxhala

Ndise Rini/Makanda 56A Joza Street
Xa uqonda into ungabuza kwalapha kwelikhasi uzophenduleka okanye undifownele kule number:0795881407

Thokozani 👏👏 , Camagwini

07/01/2022

Thokozani , Ndawuwe , Camagwini 👏👏 Bethuna

Mna ndingu Gobela Thongolendaba iNtsizwa yase maNzothweni apha eRini Makhanda Eastern Cape ndiyiNyangii esebenzayo

Ndingabalula zibembalwa izinto endizenzayo kwintsebenzo yam

Imvumisa echaza negama lomntu
Ukunyanga ibekelo
Ukunyanga istroke
Ukukhupha ifufunyana
Ndiyamthwasisa umntu xa endithongile naxa efuna ndimgqibezele
Ukuvuselela isithunywa

Nezinye nezinye ke .....xa udinga uncedo lwam unako ukudibana nam kwelikhasi/Page okanye uqhagamshelane nam kule number:0795881407

Ndaramawa 👏👏

Want your business to be the top-listed Beauty Salon in Grahamstown?
Click here to claim your Sponsored Listing.

Category

Telephone

Website

Address


Joza Street
Grahamstown