Intlungu yam
Happiness
Intlungu yam
Part -6
Kuthe kusenjalo ke yade yaphuma iCawe .wathi uThandi Chommy yam ndicela siqale pha kwam kuqalla ,wandule ukugoduka ,hayi ke nam andabinangxaki .kuba nasimsebenzini ndingena ngokuhlwa ,sithe sisamike apho sincokola kamnandi wavela uOdwa wandicela kakuhlle ecaleni ,wathi namhlanjjr uzogoduka nam awuzuhambe ulala apha ndikhona ,ndamxelela ukuba ndiyaphangella kaloku mna Odwa ngokuhlwa ,wandibuza umbuzo othi ingaba kubaluleke umsebenzi nah kunam kuwe .? Yo ..ndamangaliseka ..nam ndambuza ukb uyithethiswa yintoni lento uyithethayo wathi ,yey phendulla umbuzo ungandibuzi ububhanxa apha .
Sithe sisaxabana njalo wavela uThandi wathi masihamba Chommy bayahamba abantu ,wathi uOdwa (encumile)hayi Sis'Thandi uzoklandela sisancokolla nje kancinci ,)hayi ke wavuma naye uThandi ,ndabe ndimbona ukuba ikhona into ayiqaphelayo,.hayi ke wahamba wasishiya nam ndavuma ndahamba noOdwa safika endlini wathi jonga Sthandwa sarm,ndicela uwuyeke umsebenzi mna ndizokukuphangelela ngokwam kwaye ndizokutshata sizobanabantwana abahle,isizathu sokuba ndenzelento kuwe kukuba ndiyakuthanda kwaye andisoze ndikuhlukimeze .Ndambuza kengk mna ukuba abantwana basekhaya bazokondliwa ngubani njjengokuba usithi mandihlale phantsi kuphangele wena.wathiyena nabo andizubalibala ndizobanakekela abazuswelanto ndikhona ,qha wena ndicela uvume esisicelo Sam uzotsho ubone yonke lento ..ndifuna wena ushiyeke apha ugade lomzi amkhulu kangaka .
Ndathin kuye ok Odwa ndizoqale ndicinge kuqalla kwaye ndizothetha nosapho kwam ngalento ,wathi yena kudwa bekunganyanzelekanga ukb uthethe nosapholwakho ndim ozothetha nalo kuba ndim ofuna kwenzeke ngoluhlobo ,kwaye ndicela lento iphelele kuthi sobabini ungamxeleli uThandi kuba uzoyimisha yonke lento ,hayi ke ndavuma nam.
Lisaqhubeka...
Intlungu yam
Part-5
Kungecawe ekuseni kufuneka ndihambile kwakhe kuba ngomvulu kufuneka ndiphangelle ,kuba besivumellene kanjjalo. Ndimxelele ekuseni ndithi Odwa ndiyahamba ngamhlanje ,ndiya eCawen,njjengokuba besesithethile ngaphambi kokuba ndize apha kuwe ,ndathi ndizohlala usuku llubellunye ,emva Koko ngeCawe ekuseni ndihambe ,yey ndambona ukuba akanto namhlanjjr,kwaye naye uthi uyaya eCawen,sizohamba sonke.
Ndimbuze kengoku ukuba lanto ubuyenza phezolo ubuyenziswa yhintoni, wathi yena ungakulinge undibuze ububhanxa andisosifebe nje ngawe mna ,mmm...(umoya wam waphantsi kakhullu esokhupha lamazwi)kodwa ndaphinda ndazithoba kuba kwasekhaya ndingumntu onomiya ophantsi,andiyithandi into exabanisayo ,umbuzo wam uthi kutheni lomntu endenza lento ekubeni enganditshatanga ,kwaye andiphinde ndibuyelle apha mna ndiyaqala ndiyagqibelisa ,ndimbonile uOdwa ukuba ngumntu onjani.
Siye sahamba ke siya eCawen pha eCawen ndahlala noThindi ,wandibuza njjr igama lalinye ,elogama landihlupha kwade kwayophuma icawe, wathi "uOdwa khange akuhluk*meze phezolo" .?.ndaphendula emva kwemizuzwana 😔ndathi hayi mngani wam akandenzanganto ngumntu olungileyo kakhulu uOdwa. Andiyazi ukuba ndiyithethiswa yhintoni lento kuba uOdwa akahlelanga nathi ukude kunathi ,kodwa ndiyamvikela kuba ndimthanda kwaye uThandi akafuni nova ngam ,ebezothi mandiyombambisa ngoko nangoko. Kwaye ngaseCawen lomntu uhloniphekile ngumntu onesidima osoloko encumile enobubele .
Lisagqubeka
Intlungu yam
Part -4
Ndiye ndahamba ke apho kuthandi umhlobo wam ,ndabe ndisingise kuOdwa umntu endithandana naye , ndithe xa ndifika endlini ,yho umntu uyavutha ngumsindo, ndimbuze hayibo Odwa ,kwenzeke ntoni ngoku wathetha kanjje efounini , wathi ye, "yhindlela obulisa ngayo leyo "?!.Ndathi kaloku nam andikwazi unje ,ndikwazi ungumntu olungileyo ,...kuthe kusenzalo ndeza ngempama👋...kuthe kusenyalo wandiphinda ngenye 👋,😭 ukuba ndenzentoni kubani andiyazi .Ndabe ndikhala kakhulu ukuze kuvele abantu bazondinceda kulo dyakalashe wendoda😭🗣️ wandivala umlomo.
Wathi"thula" ndiyabuza okwesibini ,usukaphi...?,ndathi ndisuka kuThandi ndikuxelele nje efounini. Wathi uyaxoka uzoyithetha inyani ke namhlanjjr 😭,wakhulula ibhanti wandibetha ngalo 🤦yho ,kwakungekho nomnye umntu ovelayo kuthe kusenjalo wandiyeka .ndabe ndizogqube ngembayi kuba lomntu uthe mandingangxoli kuba mna ndihamba amadoda kudwa yena ndimshiya endlini. Kuthe emvakoko ndahamba ndaya endlini yokulala ndafika ndathatha ifowuni ndafowunela uThandi uthi xa eyibamba uThandi ifowuni ,wangena uOdwa emnyango ,wathi sapha lofowuni wena "hule ndini" wayithatha uOdwa wayicima 😔. Ndazibuza umbuzo othi kanti Thixo ndonebani ,?kutheni ndizohluk*mezeka kanje 😭 ?kutheni isenzeka k*m lento ?,andikayikholelwa nyani mna lento ukuba iyenzeka .
Kutheni kusenjalo uOdwa wathi mandiyomenzela ukutya ulambile yena 😔nam ke ndahamba kuba ndisoyika, kwaye nefowuni yam uyithathile and nasemnyango uvalile ..asoze ndibaleke ,kungo5 eMalanga ngelaxesha kwaye Sunday kusuneka ndiseCaweni .Ndikwenzille ke okokuhle ndabe ndingasakwenzi ngolwathando ,bekufanele ndikwenza ngayo kuba ndizibuza iimibuzo imininzi ,yokuba kwenzekantoni kanti apha ,kwaye noThandi ebekhe wayithatha lento ,kuyafana nabantwana basekhaya ukuba ndiyabaxelela ngalento abazundikholelwa kuba bayamthanda lomntu kwaye uthembekile .
Lisaqhubeka....
I'm back guys ❤️
Intlungu yam singena kuPart -4
Intlungu yam
Part-3
Kwalileke ngokwesihlanu ,ezintsukwini ,ekuseni ndihleli nomhlobo wam oyintombazana .Sithe,sisahleli njalo wakhala umakhalekhukhwini wam (cell phone), andayiphendula, Kuba ndiyibone Kade Kuba besincokola nomhlobo wam ,k*mnandi kuyilanto 😊 .Waphinda wakhala okwesibini umakhalekhukhwini wam ,wathi uThandi (mhlobam wam) iyakhala ifowuni yakho ,ndayibamba ndaphundula .Kantii nguOdwa ,📲 ndaphundula ndisenolwavuyo bendilunika uThandi ,umhlobo wam .
Odwa sithandwa Sam ,📲 waphendula ngobudlobongela .Uphi Kantii kunini ndikulindile apha kuwenu !!? Ndathi mna ,ndihleli Thindi kllk bendizomxelela ukuba ndizoza kuwe ,ukuze angandikhangeli wathi uOdwa jongake mna ndikulindile apha ,andinaxeshalalonto mna. Khawuleza ngk ndingekenzi into endizozisola ngayo .Yey, ndaxakwa ukuba ,lendoda ingenwe yintoni kahlekahle Kuba andiyiqhelanga iloluhlobo mna .Wabe noThandi ekhwanqisekile yilento yenzeka to ,ingathi kukhona ..into ..ezokwenzeka..xa ndifika kulomfana ,wabe esithi uThandi, umhlobo wam ,sukuhamba Kuba hleze ungabuyi koluhambo lwakho ..Kuba lendllalla ubizwa ngayo iyandoyikisa
Ndathi hayi wena mtaser ndiyamazi uOdwa mna ngumntu olungileyo soze ayenze into enjalo ,inoba ucaphukiswe yilanto angandifumenanga ekhaya ,ekubeni bendithe sizodibana ekhaya so umoya phantsi Mtaser ,ndiyamazi uk*mehlisa umsindo lamjita 😊 khululeka wena .
Lisaqhubeka
I'm back guys 🔥
Mollweni zihlobo zam😍
Ndicellubuza ukb ndingaqhubeka nah ..?
Baqhubeka ke ubomi kwade kwango2010 .ndineminyaka eyi20 sendiphumile nasesikolweni ,ndingazange ndallalla nandoda kwasebomini bam ,bendinaye umfana obendithandana naye emdala kancinci kunam inguOdwa
Ndandimxelele ke ukuba andikabikho ready ukulala nendoda , and naye engena ngxakii ngallonto ,wathi uzondilinda ndide ndibe ready .kwathu ngoDecember ..uOdwa wandifounela esithi mandize pha kwakhe ,ndizotya naye kuba ndingekho busy emsebenzini ..hayi ke akwabikho ngxaki ndavuma ,wabe ezondithatha ,ngolwesihlanu andibuyise ngoMgqibelo ebusuku kuba Sunday ndizoya eCaweni
Part-2
Ngonyana wama-1981 ndandisenza M3k (Grade 12) abantwana basekhaya abathathu, sele begqibile ukufunda ,basebenza bona behlala emizini yabo mna ndihlala noTata wam kuba uMama waye wahlala komnye umntu eGoli .
Abantwana basekhaya ababini abashiyekileyo, bayafunda eUniversity, omnye ongemva kunam ,omye ungaphambilana kancinci ,ngobudala .
Part-1
Ingama lam ndinguThandeka Zikode ,ndiyazolwa kwilali yaseDutywa ,ndingumntwana oneminyaka eyi-20 ndinabazali ababini kodwa abazimanyanga ngeqhina lomtshato kodwa bayandithanda bobabini
Andizalwa ndodwa ekhaya ndizalwa nabafana ababini ,namantombazana amathathu ,sibahlanu kuMama noTata
Click here to claim your Sponsored Listing.
Category
Contact the business
Telephone
Website
Address
Lotana
Johannesburg
