Kanti koba nini
True story
Ave ndsonqena ukubhala bantase kodwa sendcaphukela nje Kinoshiya nilenga worse niyandiqhoqha ba ndibhale😊😁
(((((((((fastforward))))))
2020 bingunyaka ubunzima kakhulu k*m lapho umama wayebamba eyeka ezamela impilo yam ndigula zizinto ezininzi lapho kwakuphola le kuqale enye into and njengob umama ekhulelwe kwakunyanzelek ndipheke ngokwam kuba klk isisu sakhe umzali lo wam sasimthuthimbela while usisi lo wam wayethunga yonke imizi le ehamba esibeka amabala engenzi kwanto
Kuthe ekuhambeni kwexesha kwakhonsa into ebuhlungu apha kwisitho Sam sangasese yey yayibuhlungu into ndilunywa ndingalali wazama umama wandisa ku gqirha wemali kwafumaniseka ukuba ndine (Intestinal TB) iTb yamathumbu
Yhoo ndandiphatheke kabuhlungu ke kodwa ndandisithi atleast seyibonakala into endigulisayo noko ndzawphila ndaqhuba I treatment ka 9 months for 11 months kodwa yayinga yekanga naleya into ukuba buhlungu le ingaphantsi yavakala ibhodloka ke futhi ke indlela endigule ngayo besendingasa kwaz nje ntlobo ukufihla into endphetheyo bendiythetha Bantwini abadala basendlin owam usisi waphinda wafumana into yokuhamba ethetha ngam esitshi ndibole ngaphantsi
Ndehla emzimbeni after ndiqale I treatment yayingathi ndivuka ekufeni ndihlekwa nangabantu especially I couzns zam indim omdala kodwa ndlela ndandehle ngayo ingathi ndim umntana ndandivuyela into eyodwa Mom was there always there for me❤️
❤️❤️❤️
Hello fellow friends nisekhona na❤️❤️💝
06/10/2021
Ndim lo❤❤💖🙈🙈
Being sick made me ukuba ndibe ne anger eninzi because of I environment bendikuyo u sisi wam ke yena ubehlekisa kakhulu ngokugula kwam lonto indenze ndangabinayo lanto yoba ngabantwana bakamaz wam bebonke nje and naye ubesitsho kwitshomi zakhe ukuba mna nomama sizintshaba kuye but isizathu bendingasaz ukuba siyinton n bekusenzeks ubabone bethule ungaz kutheni
Ekhaya sihlala sibaninzi kodwa sizifamily ezimbini kukhona u team makhulu no team mama xa uxabana nomnye wabo kwi team kamakhulu kuqumba mntu wonke kwaye umakhulu ungumntu okhethayo unocalu calulo
Ekuhambeni kukasisi ke bek*mnandi ngeyona ndlela futhi ndiziv ukuba ndikhululekile uhambe Inyanga wabuya kuswelek ukhokho ejabule me but ndandiyaz yinto yexeshana uthe ufika kwakhe ke wandibuza ukuba nditheni ngathi andonwabang nje uk*mbona ndambuza ukuba kanti befanele ndihleke nton cs ufike ndihleli ndedwa apha endlin so andaz ndizohlekan n andinguye nalomntu uphaphela into ekude nam wathi eeeh haikengk ndathi ingxak iyandxaka into yakho mna xa kufika wena uye ufune ndonwabele into endingayaz noba izothatha xesha elingakanan
Zange aphendule ke ndaqhubeka nento endandyenza waya endlin enkulu eyobulisa ke yhoo bengasaphaphang abantwan pho sendibona nje ukuba izinto ziyatshintsha n andifuni kuxoka ndiyonwaba xa engekho and mhla ndohlukana nokuhlala nabo ndiyoze ndinqabe ngathi ndikwenye ilali cs kubi ukuhlala nabo qha ndinyamezele kuba ndifihle intloko
Mom was also pregnant kakhulu and simhlupha isisu sakhe ndiqhubeke be treatment yam ke ka 9 month from Oct and usisi wam never showed ukundeseka but only ukuhamba ethetha ngam kakubi and naleyo into yayindingcikiva ngoba kalok I treatment le ndiyisebenzisayo inemiphumela yayo so yonke into endhlangabezan nayo ubehamba emisa ngayo
Biyi worst Christmas I've ever had and umama wabeleka a beautiful baby girl January uhambile udade2 esiya kutata womntana ethekwini and bek*mnandi shame engekho and iphelo likamama wakhe noko lindinika imbeko xa engeko lo cc wakhe umakhulu ke yena uyakhetha and akasakwazi nokuzifihla yayibuhlungu intliziyo yakhe ehamba usisi esithi uzosetyenzelwa ngubani kodwa yayingekho into endingayenzi eyenziwa ngu sisi
Indlela endphethe ngayo intloko kuthi mandphakame ndiyotya emgqomeni😭😭😭😭😭 ilapha phakathi kwamehlo
Kwakuthi mandphqmbane ke umama xa endibalisela lonto and inzondo yam yavele yaqala phantsi towards abantu bakulo tata wam at the same time yayibuhlungu intliziyo ngendlela abandijikele ngayo xa ndidibana nabo endlelen akekho obulisa omnye akekho othetha nomnye but intliziyo yam yona iyatsho ukuba kanene ababantu ndibazi almost impilo yam yonke but ke nam andizuba ncenga
Siwqalile ke unyaka kamnandi futhi and bendingekabikho ryt ndinjalo ke but ndingabonakal ukuba andikho ryt kuthe ngo may kwavalwa izikolo for I covid umama wathi ucela ndise abantwana pha kwakhe and ndayenza lonto safika kwamama kwamnandi ndabe ke mna ndizawyela Sunday ekhaya kuthe xa kufika isunday wala umama ukuba ndibuye kuba esithi I holiday ayikapheli ndabe bendingaphethang nezomphahla zokutshintsha but I had to stay ngoba nam bendisamnandelw kuba secalen kwamama
Instead of kuvulwe ke eskolweni suke kongezwa intsuku wase wathi umama mandicele bandphathisele few clothes ndenza njalo ngoba kalok akusekho kwamntu uya etown kulomzi phandle kwam n ndiyasokola nakwi jacket zaphathiswa ke sahlala k*mnandi ke but tata walapha unochuku xa eselile but at the same time unentliziyo entle besenzela yonke into siycelayo bek*mnandi ke
Besendingumntu omane engalali sisisu ke and sele ndimane ndisehla emzimben but ndibuyele after kuthe ngokuxaban kwabazali ngo Aug sabuya ekhaya sibuya nomama wabe umama ezthwele sibuye safika k*mnandi ke ekhaya but I knew ukuba yinto yexeshana Ieyo salala ekhitshin sonke ke but the following day ndayoclean indlu yam umama wathi usazolala khona yena
Lapho ke besiyihamba sonke itown for 2 months lapho ke mna ndinomntana oyi1 usisi yena babini n mna kulemali funeka ndihambe iclinic kuyo n bendsiya nakathathu enyangen ngenxa yesisu on the other side umakhulu ufuna ndincedise ekutyeni like isitshebo ibiyinto yonyazelo kodwa umama ukhona and uyakuthenga ukutya ndiqhubile ke ndithenga but ucc yena ebengathengi umakhulu ubungek umve ebuza but xa indim uqala phantsi ukuthetha
Ndiyqhubile ke ndiman ndingathengi kuthe ngo Oct andagula ndaqala phantsi ndingalali umama had to take me kwispecial doc and udoc wabamba iTB yamathumbu ndasendicac ukuba ndingumlwelwe ovunyiweyo my life became tough than before n bek*mele ndizenzele everything ndipheka nophek
Mholweni bahlobo!!
Into endenza ndinqabe andikho ryt so vele ndidikwe nakukuphatha ifoun le
Kuthe nge Christmas day ke wavuka wonke umntu ekhaya sa busy ke silungiselela usuku olukhulu kwapheka mna ke izishebo ngagqiba ndaphaka kwatyiwa ndayohlamba mvakoko ndazfaka endlelen nomalume sihamba Christmas and yayimnandi shame late ndagoduka ndishiya umalume etarven
Ndivuke nge 26 sele kuvukiwe ndafika imbiza ziphakathi ndalinda ke nam kwatyiwa ndahlamba ndamshiya umalume kanti andilazanga sana ndifike etarven kugcwele ke apha ndizithi nge 2 ngoba vele ndisela ndedwa and andizuhlala apha kwamna andikhululekang iankela ayikho kuthe ksenjalo ndeva umntu endichwetha xa ndijika ngula daps wam sasivana kakhulu wathi uyandicela phaya phandle ndamlandela
Ufika kwam pha wazondibuza ngento eyayenzeke ngo may futhi kwayena wathi uzondfundisa isfundo ndathi ndisabuza esanton wayfaka yandala ndisamamele intlantsi wabe endi some more ndabuza kanti siyalwa na wabe endipha ibhasela ndajika ndangena phakathi ndavele ndaya pha behleli khona and kuhleli family yonke ndathi ndiyabacela bebonke nje bavele benze into bebeyi planile nzele ndibenayo indlela yonyathela ndingabambi gazi mna endlelen
Hayi ke sana abanye babengafuni noyiva kwale andiqhwabela yona udaps lo bembuza ukuba yena uyakha na noba uyachitha yey kwavele kwazovela umzala wam unina notata wam bayelaman wathi undicaphukel ubomi bakhe bonke yena and akandifihleli ndichithe ikulonina wakhe udaps wathi akafuni nokundbona ke yena abanye besithi mandikhatywe ngok
Ndingasavelelwang mtkbw ngento yange pasika ndizobethwa ngo Dec bagcina bendiyeka sendinikezel Sana ba ndabethwa ke mna yayingathi abasuki kwalapha phambi kwam ndabona ba rha ndayahamb ngok ndangen phakathi ndasela strong mvakoko ndathi chuu ndagoduka ndafika ekhaya ndatsho then ndafounela umama ndamxelela naye and ndandimva ba ingathi angabhabha abuye ndalala
Eksen vuswa yi call ka mama esithi umfounele u daps exolisa ba undibethile n yena akanangxak nomama ndim umntu owathutha impahla wambuza umama bana ngok ndandizthutha ndandingathunywng na wathi akazi
Guys ndicela ni notice apha ndibhala ndiyishiye I short ndiphinde ndiyigqibezele ngenxa yoba busy network ndisebenzisa ifoun
Enkosi!!!
Click here to claim your Sponsored Listing.
Category
Contact the business
Website
Address
Lusikisiki
