Thando
Ifftk
P2
Kuthe kusenjalo lamagintsa ayibetha yancipha imoto engamshiyanga umphathi
Kwaye kuye kwafunek sibuyele emva singamapolisa kungathulekanga emotweni kunye naseziofisini kungulowo nalowo abantu betyholana ngokub ukhona osebenza nezigebenga ๐ฐemveni kokuthinjwa kuka basi wethu akuzange kuphinde kubelula kub umntu wayesehleli esegxaleni lokub ukhon ozakhombisa amagitsa indawo umntu ahlala kuyo......im still busy it will be continued soon ๐๐๐๐๐๐
17/09/2025
Molweni bantu
Igama bandibiza ngo Detective Mroza ngingowangapha ku Qumbu kodwangokokusebenza ndilapha e Malizole ngokokusondelel umsebenzi.
Ndikwe umsebenzanyana kusithiwa masiyokhangela lomfana kuba engumntu oqhekezayo kwi shop like spar kwaye no fidelity uyababamba emnka yedwa ๐ฅ
Kuthe ngomhla we 15 August indim no mphathi wam sicinge sacinga saphuma nelithi kuzolunga sihlale silinde noba sesiphi isaziso esimalunga nalo tata .ekusen ng 16 ndivuke ndizenzel into yokutya ndivuse nomphathi ndimnike okwakhe .ayyyke sincikole sincokolekuyahlekwa ngapha kumnandi ๐
Mn:ehhhmhlekaz wam obekekileyo ndifun ukwaz ukub ngab ayikothusi nah lendonda kuthiwa masiyilande siyise kwesimnyama
Mphathi:ayyy mn ndakhula ndisolusa kwaye ekhaya kukhona isangoma iyeza ndiyaliphil andinov ngnkwenkwe mn (atsho ehlekel phezulu sizombamba)
Sagqiba ukutya saphum sisiya kwindawo yokusebenza e station
Kudlule intsuku eziy2 sithi siyeka kuthiwa balapha e town klk ngoku sebehamba beba thatha bonke bahlome bazingovolo
Sithe sifika nabantu endisebenza nabo sabarhanqela kodwa nabo babengamanga bedubula befuna ukuphima ngaphakathi kwesisiPazza
Kuthe kusenjalo ndabon umpathi eyojikela kumnyango ose back (back door)
Klk ababafo njengob besidubul baphindela umva baya ngaphakathi
Sithe siyabona sele ebanjwe zezitsotsi siphuma naye ngoku asisakwaz ukulwa sidubul kub ebanjiwe ayy sibuyele umva njengoko esilawula lamagintsa
To be continued cel ama likes and followers
Comments gys nani nina eningaka follow cel ningi follower๐คฒ๐ฟ
..
11/08/2025
Best name for him ๐๐๐
Mawubona ukuthi awuthandwa vele umuyeke umuntu wakho ungalibele uthi ulungisa izinto๐ค๐ฟ
Kumnandi emathandweni๐ค๐ฟ๐
What is love , love is something that you give to your self , love is something that need composed people who can give love to others in order to get it back from others , love is something that won't be seen by other people and uthando alulawuleki...
we call it love but it is not , love won't hurt anyone
lento isiqala kamnandi iphela kabhlungu and bayabaleka abathe bayqala bakhona futhi nokuyiyeka
phela uthando kwakuwuthando ngeskhathi sabokhokho phela thina sesiyqala sinomqondo wokuthi vele izophelela endlelen (izophela ngaksasa)...๐๐ปโโ๏ธ
akekho ofuna ngimu luleke ngezothando?๐ ๐ ๐คฃ
Kanti baba indaba ungakwazi ukushintsha izingqondo zethu ngobuthando luyasibulala ngeph asisakhon ukuliyek . impilo ithi isihlangana uthi sewumtholile owakwakho kanti uthole inyoka eyowuqeda wonke umdeni wakwakho kant mantombazana soneni lingaka kuni . sekwabanzima nokbona uthando lweqiniso mdali kdal ngama ngikhala kodwa akukho okhlenganayo nami sengiyazisola ujuthi ngaythathelani lento ayy kodwa ngangivumelan ukugoqwa abangani bathi kuyaphileka manjer ngibhekene nezinkinga zothando bonke abebeseduze sebeyangbalekela igaz lami sekunzima ngisho nokuthi ligijime ngaphandle kothando sengyabon ukuthi uthando ihunga engabamswa ngomlilo ihunga ebaswa emlomeni kunye nase mbedeni๐ค๐ฟ๐๐ฟ๐ค
Click here to claim your Sponsored Listing.
Category
Telephone
Website
Address
Mcobothin Location
Lusikisiki
EASTERNCAPE
