Hair is my lifestyle
ESETHU MKALIPI NXANXA
0717774916 CALLS AND WHATSAPP
WE CREATE ANGELS
Esethu [email protected]
06/07/2025
Long R250,short R200
06/07/2025
molweni bahlali ndingu Esethu mkalipi ndaziwa ngonxanxa, ndingo walapha port alfred ecawa.
ndicela nifollowe lepage kudala ndinayo qha bendingayi'sebendzisi, ndzaposta itloko endizendzayo.. neprices khona nhedetails zam nizazibona kuyo..
Wonke umntu wayesendza k*m, ndibuyile ndisafuna indawu yam yosebendzela, okwa ngk andika price for house calls but in the long run izaba khona ntwananyana extra for ukuzela ...Enkosi kakhulu
Molweni guys
ndzaposta apha zonke ntloko zam.
Nhe information that's needed!
04/07/2025
SNQOBILE
04/07/2025
PAMELA
04/07/2025
(siphokazi) Ndikhona guys abantu bam mababuye..
04/07/2025
Ndikhona guys abantu bam bababuye😆😊
Click here to claim your Sponsored Listing.
Category
Contact the business
Telephone
Website
Address
8167 Thornhill
Port Alfred
