Aphelele.Imbongi.Yosiba

Aphelele.Imbongi.Yosiba

Share

Contact information, map and directions, contact form, opening hours, services, ratings, photos, videos and announcements from Aphelele.Imbongi.Yosiba, Health/Beauty, KwaNobuhle, Port Elizabeth.

05/04/2022

Kufa awuna ntliziyo

Ntondini engena ntliziyo
Gwala ndini elingena nimba
Gwala ndini awuna sizi
Wena ufika uthabathe esibathandayo

Wena ufika ngothabatha ithemba eluntwini
Siyintoni na isizwe sethu phambi kwakho
Sakwenza ntoni isizwe unenzondo kuso
Ubano vuyo x**a ubona inyembezi eluntwini

Sendoyika nukubiza ngegama
Ngoba andazi ukuba ugqibe ntoni ngoboni bam
Kudala nditshintsha indawo zokuhlala
Kodwa wena awusuki ecaleni kwamu

Ndiswele amagama okuthetha kuba eyam intliziyo ilihlwili nguwe
Ndiphelelwe ngamandla ngoba wathabatha ithemba lamu
Ohhh kufa ndawthetha ndidinwe ngawe
Ohhh kufa ndawthetha kuphume ilanga ngawe

Aphelele Kwayiyi
Imbongi yosiba
Enkosi🥺🥺🥰

05/04/2022

Mollwen guys bencela nih invite abanye abantu ndibeno kwaz ubhala ezinye ncela nih like nih share pllz ntandane zam🥺🥺❤🥰

Want your business to be the top-listed Beauty Salon in Port Elizabeth?
Click here to claim your Sponsored Listing.

Category

Telephone

Website

Address


KwaNobuhle
Port Elizabeth