Ubuhlungu bentliziyo abunayeza
Hurt broken
ikhona into endibonayo uba senokulala ndingavuki ibuhlungu endibhekene nabo andibufiseli mntu since nje ndaba kwi car accident akupholeki entliziyweni yam ukuloose ingalo yam kuyandihluk*meza
unyaka nonyaka eyam impilo ihlala imahlimpihlimpi. kodwa thixo uba ndakona or.ndamosha umntu ndicela u xolo
into endenza ndikhale kanje ndiyazibuza uba kanti ngoku ndandisenza Ubuntu umntu efikela k*m ndandizobizela umntu ozondizondsa ondenzela iintshaba
my story for this year ey zihlobo awunothi umntu uyamazi .inje lento ngo February ndiye ndabuyela emntwini wam wango 2021 ixesha elininzi bendihlala ndikuye ndine chomy ke esezilalini ithi maka nja ndicela ukuza kuwe kodwa ndizohlala inyanga enye ndithi ndibzy mna ngk andisafuni kuhlala namntu ayi maka nja ngeke ndihlale. ndiye ndavuma ke ndamxelela uba early April inoba zoyidinga indlu yam coz umntu wam uzosebenzela ngapha wavuma ke u gel.imini endabuya ngayo u gel ndafika engekho ryt ndathi ndibuyile kengk wena uzolala kwenye indawo endikuzamele yona wathi ok. waphuma ke u gel wabuya emini xa ebuya wathi ayi cc ndiyahamba ndiyohlala nenye intomb kutheni ayi wethu kodwa ndihamba nayo yonke into ebendiyithengile like shebo fridge ok ndith gel wahamba andimazi uhlalaphi akafouni akathini uyazi uba mna andikwazi ku found airtime andibinayo u gel ke u ne chomy zakhe ezithi yena akhongxski mos ngoba soze ndikwazi kukhethela umfazi chomy . izolo afoune nge no andiyazi acele kuthetha nomnye u gel olapha yadini ndimnike bathethe uba ngantoni andazi .ahambe lo use yadini ndithe ndiva nge call maka nja kutheni no yakhe yasefounini yomntu wam ndithi yile bendifounelwa ngayo nje .ndiyaxolisa kubamde le no yam save kulobhuti endingamazi naye akandazi save ngulo wenyuka ezilalini Eze k*m undixabanisa nabantu base yadini umntu azi uphuma njani kwinyoka efana nale . but ndimxelele uba ubunyani busazovela nje ngoba nifuna ndixabane nomntu wam nge calls zenu nenza ngathi ndanika le ndoda no ndibuhlungu oko kwayizolo zange ndiyicinge uba ndingajikelwa ngulo waze lendawo ngegama lika maka nja . but thixo mna khona and umntu wam uvele wabona uba ndiyokhelwa apha
molweni zihlobo zam ndiyazi anahlulwa nto kodwa nina uthixo andazi uba usandibekeleni xa kunje
Mholweni zihlobo zam andisanazi noko impilo iyancengeka akusafani nasekuqaleni kunyanisiwe xa kuthiwa uthixo ukhona
Shout out to my newest followers! Excited to have you onboard! Athenkosi Mavela, Vuyolwethu Vovo, Lumie Myo, Nomsa NJ Phendu, Shappacce Jx, Sipho Thole, Nandipha Nosiseko, Noklungaarh Lamarh, Zukiswa Ntwanambi, Pumla Blaauw, Thembi Mkhonza, Ntando YamaMpinga Ngoni, Sindiswa Mnyameni, Alunamda Namda, Charmine MakaHlumelo, Vuyokazi Mamkhwayi Ngwane, Nontombi Dayimani, Noluyolo Ntentesa, Thuliswa Maqhula, Siviuyisiwe Mnqayi, Tumeka Ntaba, Nokuphiwa Sityoshwana, Tamara Masebeni-Mbiza, Slindo Dlamini, Nombuzo Gube, Vuyokazi Lissa Yose, Xollellwa Mwezeni Miso, Daniswa Kata, Àthini Athi, Bulelwa Manyauza Twani, Aphelele Maka Ave Marwanqa, Asthandile Velembo, Asekona Mamlambo Cengani, Noxolo Elimyoli Mdlalo, Dambisa Nguwata, Ajax Peter, Precious Nkomo Khanyi, Kwa Zii, Ngqungqushe MakaHlarra No Aka, Mandieswa Josephina Jonase, Anelisiwe Katangana, Thabang Maieane, Moipone Mpohlo, Pelisa Wasepoliseni, Smondz Ndesh, Zethembe Zinhle, Vuyelwa Mpayipheli, Nonkululo Nkulie, Sinazo Zozo, Nxonxo Noxolo
Thanks for being a top engager and making it on to my weekly engagement list! Asanda Nkunjana, Nozipho Kibido
Mholweni zihlobo zam ninjani namhlanje ndicela kucetyiswa bethu uba ndingaryt njani na .le indehleleyo iyaqala k*m ngalamgqibelo we pasika ndiye exesheni (period) kodwa andiyi nto ecacile ndancama pad ndayiyeka akubonakali but xa ndisosula likhona and isinqa isinyi ayi bethu noba ndi block yintoni ndingasela ntoni na kuze kwenzeke nje ngesiqhelo ?
Big shout out to my newest top fans! Siziwe Mkungeka, Ezrah Ndlela
Click here to claim your Sponsored Listing.
Category
Contact the business
Website
Address
Mtata
Rustenburg
