Ndiyakuzonda mama
Contact information, map and directions, contact form, opening hours, services, ratings, photos, videos and announcements from Ndiyakuzonda mama, Health/Beauty, Sandton.
.insert 1.
Trrr trrr trrr .
Ibiyi arlam yam keleyo ndivuke ndamisa amanzi ndayovusa u Olunje ndavusa no mama bahlamba ongqiba wathi umama mandi clean.e ndiye nda cleaner agqiba ndahlamba bendi late khange nditye nokutya...
Esikolweni ndifike sekuthandaziwe ndingene eklasini bekukho u Mam Willie uyandizonda kela mama ndiye ndabulisa mna:molo miss uxolo ngoba late askoleni bendi..(khange ndiwagqibe uveke wandiphoxa)..mamWillie:ufanele klk wea ulala namadoda amadala khaphume futhi apha unuka umlaza(intliziyo yam ibilihlwili yintoni intlamba engaka kulo miss..ndiye ndaphuma...)
Bekuphuma ibreak oko ndihleli phandle netshomi zam bezibhala e klasini yazo.ndiya ndaya kweyam iklasi...endleleni ndadibana noAce omnye umfana wase klasin osileyi)ace:molo ntombentle(bendothukile klk uqhele ukundigezela uMabheka)mna:ewe anele(bendidikiwe)ace:ndcela ubambe apha.(utsho endinika ipie ene card eli hombisiweyo ndiye ndancuma ndalithatha)mna:enkoci uyi gentleman ace..(ndatsho ndilijonga eli card belibhalwe 'RIP Zelwande'ndiphinde ndamjonga ebephelile yintsini nabantana besikolo bebehleka bebesenza ne video ngam bendilila akukho nozondithethelela ndibaleke ndaya ezi toilets ndakhala kwade kwa fikitshomi zam)avu:tshomi utheni?..🥺
.introduction my name is Zelwande Zulu am 18 years i live with my mom she hated me she is 40 and my sister Olunje same age bakanjani uzokwazi ebalin utata andimazi umama xa ndimbuza ngotata uyandibethaokanye athi ndifunumlala.ndinetshomi ezimbini uAvuyile same age Thandile same age
mna:yellow bone, short natural afro.ass for days..mama:dark bone tall, flat ass..Olunje:flat ass black bone undwebile ulala no sugar daddy udomu uyafail.a uyamphinda ugrade 12..Avuyile:yellowbone, big ass, clever, undwebile kwi crew ye2..Thandile:darkness idlala ngaye u cute ke utshomi uyayithanda into enendoda phakathi afunungatsho...,sifunda u grade12 mna 12a u thandi no avu12c u lunje12b..umama yi nurse kwalaphe tawn..asisokoli ekha siphakathi nje we2....
insert1 is coming soon.please like, comment and show me some love....love yooouuuu.🥺🥺😘..
invite you friends....
Sanibonani ngicela usekwa ngimusha ngizoqala istory
Click here to claim your Sponsored Listing.
Category
Website
Address
Sandton
